Kishore Kumar Hits

Zain SA - Bulelani şarkı sözleri

Sanatçı: Zain SA

albüm: Imfengu


Oku kutya sikutyayo
Sikuphiwa nguy'uBaba
Nala manzi siwa selayo
Sikuphiwa nguy'uBaba
Nezi ndzingo
Zivunywa nguy'uBaba
Namandla ovuka imihla
Siphiwa nguy'uBaba
Bulelani ezintweni zonke
Ezintweni zonke
Bulelani ezintweni zonke
Ezintweni zonke
Bulelani ezintweni zonke
Ezintweni zonke
Bulelani ezintweni zonke
Ezintweni zonke

Поcмотреть все песни артиста

Sanatçının diğer albümleri

Benzer Sanatçılar