Kishore Kumar Hits

Sino Msolo - Mamela şarkı sözleri

Sanatçı: Sino Msolo

albüm: Mamela


Njengoba nghambile ekhaya,akhont'izoshintsha, k'sazobanje, k'sazofana
Ebend'hamba naye sazo hamba nani
Ebend'thetha naye sazo thetha nani
Nom'ezinye izinto zingashintsha
Ngingakhuluma ng'zobe ng'lapha mna
Futh'uyandazi mna, ndiya wagcina amagama mna
Kwaye ang'zange mna
Ndingabi nakho ukthembekala
Jonga mamela
Andizuk'tshintsha ndiyak'xelela
Tshintsha ndiyak'xelela
Bheka lalela
Ang'zuk'guquka ngyak'tshela
Ndisukile ekhaya ndi nje
Ndaw'fika ngapha ndise njena
Ngeke nd'jike
Nd'zok'hlala ndinjena
Ngizwizigi maye ngizwi nhlokomo (eshe)
Izitha emvekwami zithi soke s'bone
(Noma kunjalo mina ngyohlala nginjalo aybo)
Bafunge bagomela bathi ngeke ngphumelele
(Shi khe le ke she)
Vele ngaphuma nez'mendlela aye
Sekunjalo Ake niphinde benikusho
Jonga mamela
Andizuk'tshintsha ndiyak'xelela
Tshintsha ndiyak'xelela
Bheka lalela
Ang'zuk'guquka ngyak'tshela
Ndisukile ekhaya ndi nje
Ndaw'fika ngapha ndise njena
Ngeke nd'jike
Nd'zok'hlala ndinjena

Поcмотреть все песни артиста

Sanatçının diğer albümleri

Benzer Sanatçılar