Kishore Kumar Hits

Sino Msolo - Yimi Nawe şarkı sözleri

Sanatçı: Sino Msolo

albüm: Yimi Nawe


Bazojump' amabonda bomakhelwane
'Ma babona mina nawe
Bazojump' amabonda bathakathi
'Ma babona mina nawe
Bazojump' amabonda bathakathi
'Ma babona mina nawe
Bazojump' amabonda bathakathi
'Ma babona mina nawe
Ubaba nomama bayashadisa yimi nawe
Ubaba nomama bayashadisa yimi nawe
Ubaba nomama bayashadisa yimi nawe
Ubaba nomama bayashadisa yimi nawe
Lilizela mlilizeli (lilizela mlilizeli)
Lilizela mlilizeli (ay lilizela ke mama)
Lilizela mlilizeli (lilizela)
Lilizela mlilizeli (lilize-le-le-la)
Lilizela mlilizeli (lilizela mlili-)
Lilizela mlilizeli (lilizela mlili-)
Lilizela mlilizeli
Lilizela mlilizeli

Uyindoni yamanzi
S'phalaphala senhliziyo
Mamela kaloku mamas
Uthandwa yilenhliziyo
Imizamo yami yophelela kuwe
Ngob' uthando lwami lonke likuwe
Uyathandeka ntombi
Mamatheka ndoni yo
Ayo, zange ndayibona intombi
Enhle njengalo
Hlala nami ntombi
Uthande mina nodwa
Hlala nami ntombi
Angithi mina ndiyakuthanda
Awung'tshele nawe uyangithanda kalo

Lilizela mlilizeli (lilizela mlilizeli)
Lilizela mlilizeli (ay lilizela ke mama)
Lilizela mlilizeli (lilizela)
Lilizela mlilizeli (lilize-le-le-la)
Lilizela mlilizeli (lilizela mlili-)
Lilizela mlilizeli (lilizela mlili-)
Lilizela mlilizeli
Lilizela mlilizeli

Поcмотреть все песни артиста

Sanatçının diğer albümleri

Benzer Sanatçılar