Wonk' amehlo asakhangele kuwe.
Wonk' umhlaba usakhangele kuwe.
Kant' uthemba lobomi nguwe, nguwe, nguwe.
Wonk' amehlo asakhangele kuwe.
Wonk' umhlaba usakhangele kuwe.
Kant' uthemba lobomi nguwe, nguwe, nguwe.
Basebanintsi, basebanintsi.
Basathi, basathi bafuna, funa
Wen' ubomi bunzima.
Basebanintsi, basebanintsi.
Basathi, basathi bafuna, funa
Wen' ubomi bunzima.
Asoz' uba, asoz' uba
Bambe ngesandla, sandla sakho.
Bangalahl' ithemba.
Asoz' uba, asoz' uba
Bambe ngesandla, sandla sakho.
Bangalahl' ithemba.
Поcмотреть все песни артиста
Sanatçının diğer albümleri