Ndicel' uYehova andigcinel' umamam' Ndiyacela nkosi uze undiphe amandla Ndimenzele konke akufunayo umamam' Ndiyacela nkosi uze undiphe amandla (Ndiyacela nkosi uze undiphe amandla) Undithwele kumkanikazi Undithwele ebunzimeni Undithwele kumkanikazi Undithwele ebunzimeni Undithwele wena Undithwele ebunzimeni Undithwele mama Undithwele ebunzimeni Makubenjalo Makubenjalo Makubenjalo ke Ah yoh, Ke Makubenjalo Makubenjalo Makubenjalo ke Ah yoh, Ke Ndicel' uYehova andigcinel' umamam' Ndiyacela nkosi uze undiphe amandla Ndimenzele konke akufunayo umamam' Ndiycaela nkosi uze undiphe amandla Ke Ah yoh, Ke Ke Ah yoh, Ke Ke Ah yoh, Ke Ke Ah yoh, Ke Ke Ah yoh, Ke Ke Ah yoh, Ke Ke Ah yoh, Ke Ke Ah yoh, Ke Makubenjalo Makubenjalo Makubenjalo ke Ah yoh, Ke Makubenjalo Makubenjalo Makubenjalo ke Ah yoh, Ke