Mini aph'ezolo bendicinga ngawe
Ndibawela ukuk'bona
Ndikhalela zonk' imini zethu
Andifun' uk'thand' omunye
Ngoba nd'sakhumbula
Andikwazi uk'libala
Ndikhalela zonk' imini zethu
'Mini aph'ezolo bendicinga ngawe
Ndibawela ukuk'bona
Ndikhalela zonk' imini zethu
Andifun' uk'thand' omunye
Ngoba nd'sakhumbula
Andikwazi uk'libala
Ndikhalela zonk' imini zethu
Ubuhlal' usazi
Wen' undenza dizzy
Kwanele
Ndicel' ubuye
Ubuhlal' usazi
Wen' undenza dizzy
Kwanele
Ndicel' ubuye
Ah, ah-ah ndicel' ubuye
Uthando olungaka
Ah, ah-ah ndicel' ubuye
Uthando olungaka
Ah, ah-ah ndicel' ubuye
Uthando olungaka
Ah, ah-ah ndicel' ubuye
Uthando olungaka
Ah, ah-ah ndicel' ubuye
Uthando olungaka
Ah, ah-ah ndicel' ubuye
Uthando olungaka
'Mini aph'ezolo bendicinga ngawe
Ndibawela ukuk'bona
Ndikhalela zonk' imini zethu
Andifun' uk'thand' omunye
Ngoba nd'sakhumbula
Andikwazi uk'libala
Ndikhalela zonk' imini zethu
Ah, ah-ah ndicel' ubuye
Uthando olungaka
Ah, ah-ah ndicel' ubuye
Uthando olungaka
Ah, ah-ah ndicel' ubuye
Uthando olungaka
Ah, ah-ah ndicel' ubuye
Uthando olungaka
Поcмотреть все песни артиста
Sanatçının diğer albümleri