Kishore Kumar Hits

Nathi - Imizamo Yam şarkı sözleri

Sanatçı: Nathi

albüm: Buyelekhaya


Oh nkosi yam ubundithanda
Ekulahlekeni kwam
Oh nkosi yam waman' ulanda
Futhi emkhondeni wam
Ilizwi lakho nkosi yam
Lindikhanyisele nam
Nomoya wakho nkosi yam
Usisonwabiso sam
Ndingavuya nkosi
Xa unoybon' imizamo yam
Ndingavuya nkosi
Xa unoybon' imizamo yam
Ndingavuya nkosi
Ndingavuya nkosi yam
Ndingavuya nkosi
Ndingavuya nkosi yam
Noba mafu angasith' ilanga
Ukhona awundishiyanga
Uhamba nami lonk' ilanga
Njengosana likunina
Nob' umthyol' ezondilinga
Izilingo zingaphezi
Uhlale nam, ndiban' ndizifihla
Ethunzini leempiko zakho
Ndingavuya nkosi
Xa unoybon' imizamo yam
Ndingavuya nkosi
Xa unoybon' imizamo yam
Ndingavuya nkosi
Ndingavuya nkosi yam
Ndingavuya nkosi
Ndingavuya nkosi yam
Ndingavuya nkosi
Xa unoybon' imizamo yam
Ndingavuya nkosi
Xa unoybon' imizamo yam
Ndingavuya nkosi
Ndingavuya nkosi yam
Ndingavuya nkosi
Ndingavuya nkosi yam

Поcмотреть все песни артиста

Sanatçının diğer albümleri

Benzer Sanatçılar