Kishore Kumar Hits

Nathi - Liziwe şarkı sözleri

Sanatçı: Nathi

albüm: Buyelekhaya


Uhu uuu
Sondela ntombazana
Andikudelanga mntasekhaya
Ntonje ndiding' ithuba
Lokuba nawe ndikubambe
Mamela ntombazana
Ndiphupha ngawe ndikuthanda
Ende bengingaqali
Ngoba kudala ndikufuna
We Liziwe ndiyakuthanda
We Liziwe ndiyakufuna
We Liziwe ndiyakuthanda
We Liziwe ndiyakufuna
Usakhumbula ndikubiza
Usakhumbula ndikulandela
Ndifuna ukuzibika
Kudala ndikufuna
Kudala ndikuthanda a
Kudala ndikufuna
Kudala ndikuzulela
Kudala ndikuthanda
We Liziwe ndiyakuthanda
We Liziwe ndiyakufuna
We Liziwe ndiyakuthanda
We Liziwe ndiyakufuna
We Liziwe ndiyakuthanda
We Liziwe ndiyakufuna
We Liziwe ndiyakuthanda
We Liziwe ndiyakufuna
Andikhathali noba bathini
Wena ungowam ulubambo lwam
Nzochitha nawe intsuku zobomi bam
Ndiyakuthanda
Andikhathali noba bathini nha
Ungowam wena ulubambo lwam
Nzochitha nawe intsuku zobomi bam
Ndiyakuthanda
We Liziwe ndiyakuthanda
We Liziwe ndiyakufuna
We Liziwe ndiyakuthanda
We Liziwe ndiyakufuna
We Liziwe ndiyakuthanda
We Liziwe ndiyakufuna
We Liziwe ndiyakuthanda
We Liziwe ndiyakufuna
We Liziwe ndiyakuthanda
We Liziwe ndiyakufuna

Поcмотреть все песни артиста

Sanatçının diğer albümleri

Benzer Sanatçılar