Kishore Kumar Hits

Nathi - La La La şarkı sözleri

Sanatçı: Nathi

albüm: Umbulelo Wam


Ndiva bemana bendibuza besithi ngubani lo
Bazolenzani igama lam
Endalinikwa ekhaya mna
Jonga bamana bendilandela bafun' indaba zam
Bazozenzani indaba zam
Ngoba mina ndinesthandwa sam
Lalala lalala
Lalala la lalala lalala
Lalala lalala
Lalala la lalala lalala
Ingaske ngisoloko ndihleli nawe
Ngalo lonke ilanga nobusuku bungafiki
Ingaske ndisoloko ndihleli nawe
Ngalo lonke ilanga nobusuku bungafiki
Wo lala la lala lala
Lalala lala lala
Wo lala la lala lala
Lalala lala lala
Ngcon' ukba ndi hlupheke ndihleli nawe
Kunokuba ndilibale zizinto zomzuzwana
Kungcono ukba ndi hlupheke ndihleli nawe
Kunokuba ndilibale zizinto zomzuzwana
Kunceda ntoni ukuba ndonwabise abantu
Ndi ndilahlekelwe nje luthando lwam
Kunceda ntoni ukuba ndonwabise abantu
Ndi ndilahlekelwe nje luthando lwam
Lala la lala lala
Lalala lala lala
Lala la lala lala
Lalala lala lala
Ukumamela ukubetha kwentliziyo yakho
Kuyandonelisa kubuyisa umoya wam
Ukumamela ukubetha kwentliziyo yakho
Kuyandonelisa kubuyisa umoya wam
Uzoba ngowam ekuseni
Ube ngowam nasemini
Ube ngowam lide liyotshon' ilanga
Uzoba ngowam ekuseni
Ube ngowam nasemini
Ube ngowam lide liyotshon' ilanga
Wo lala la lala lala
Lalala lala lala
Lala la lala lala
Lalala lala lala
Lala la lala lala
Lalala lala lala
Lala la lala lala
Lalala lala lala
Lala la lala lala
Lalala lala lala

Поcмотреть все песни артиста

Sanatçının diğer albümleri

Benzer Sanatçılar