Xa ndandisok' ingomso lam
Ndandicing' ukba ndizokuba nawe
Kodwa ngenxa yezenzo zakho
Ndazihlamb' izandla zam
Ndazitshintshi ingcinga zam
Ndiphoxakele mna
Xa ndandisoka ingomso lam
Ndandicing' ukba ndizokuba nawe
Kodwa ngenxa yezenzo zakho
Ndazihlamb' izandla zam
Ndazitshintsha ingcinga zam
Ndiphoxakele mna
Ndandingasoze mna
Ndikwazi ukuba ndizi dlalise ngawe he
Xasendibon' uba
Akukho thando
Ndathi soze ndizi
Lahlele kuwe mna
Ndandingasoze mna
Ndikwazi ukuba ndizi dlalise ngawe he
Xasendibon' uba
Akukho thando
Ndathi soze ndizi
Nyanzele kuwe mna
Ndahamba nam
Azange ndikunik' uthando lwam
Wadlala ngalo
Intliziyo yam uyophulile
Ubulithemba lam
Ndiphoxekile mna
Ndahamba mna
Azange ndikunik' uthando lwam
Wadlala ngalo
Intliziyo yam uyophulile
Ubulithemba lam
Ndiphoxekile mna...
Ndandingasoze mna
Ndikwazi ukuba ndizi dlalise ngawe
Xasendibon' uba
Akukho thando
Ndathi soze ndizi
Nyanzele kuwe mna
Ndahamba nam
Ndandingasoze mna
Ndikwazi ukuba ndizi dlalise ngawe
Xasendibon' uba
Akukho thando
Ndathi soze ndizi
Nyanzele kuwe mna
Ndahamba nam
Xa ndandisoka ingomso lam
Ndandicing' ukba ndizokuba nawe
Kodwa ngenxa yezenzo zakho
Ndazihlamb' izandla zam
Ndazitshintsha ingcinga zam
Ndiphoxakele mna...
Xa ndandisoka ingomso lam
Ndandicing' ukba ndizokuba nawe
Kodwa ngenxa yezenzo zakho
Ndazihlamb' izandla zam
Ndazitshintsha ingcinga zam
Ndiphoxakele mna...
Поcмотреть все песни артиста
Sanatçının diğer albümleri