Kishore Kumar Hits

Nathi - Isandla şarkı sözleri

Sanatçı: Nathi

albüm: Usiba Lwe Gazi


Umhlaba undijikele
Baninzi bendivalela indlela yam
Uthando lundivikele
Lenza uba zivuleke indlela ezivaliweyo
Kuba buhlungu umzuzwana nje
Kuba mnandi ma ziphola izilonda zirhawuzelela
Akubi mnyama ndihleli nawe
Kungaba mnyama njani ngob'unukhanya bakho nguwe nje
Isandla esindibambile
Senz'uba omelele amathambo am
Namhlanje
Uthando endilufumene
Lenza uba zivuleke indlela ezivaliweyo
Isandla esindibambile
Senz'uba omelele amathambo am
Namhlanje
Uthando endilufumene
Lenza uba zivuleke indlela ezivaliweyo
Buza uba kanjani na
Ukhe wasindwa or ukhe wabanjwa zizandla zabangendawo
Nakho mna ndisaphila
And abayazi uba ba dealer nabani na namhlanje
Bandibambe ngentliziyo nje
Bayabhubha bafe bangcwatywe yile mpumelelo yam
Abanye babo ndihleka nabo
Kodwa ingaphakathi yabo alithethi lonto
Ndiyayazi isandla esindibambile
Senz'uba omelele amathambo am
Namhlanje
Uthando endilufumene
Lenza uba zivuleke indlela ezivaliweyo
Isandla esindibambile
Senz'uba omelele amathambo am
Namhlanje
Uthando endilufumene
Lenza uba zivuleke indlela (Ezivaliweyo)
Musa ukukhala mntasekhaya
Jongilanga
Lizobuya likhanyise
Musa ukukhala mntasekhaya
Jongilanga
Lizobuya likhanyise
Isandla esindibambile
Soske wenz (Senz'uba omelele amathambo am)
Thambo am (Namhlanje)
Uthando endilufumene
Lenza uba zivuleke indlela ezivaliweyo
Isandla esindibambile
Soske wenze (Senz'uba omelele amathambo am)
Amathambo ami (Namhlanje)
Uthando endilufumene
Soske weze (Lenza uba zivuleke indlela ezivaliweyo)

Поcмотреть все песни артиста

Sanatçının diğer albümleri

Benzer Sanatçılar