Kishore Kumar Hits

Kholeka - Bendingubani (Live) şarkı sözleri

Sanatçı: Kholeka

albüm: Your Word Alibuyi Lilambatha


Bendingubani na ukuba ndithandwe kangaka
Bendingu moni phambi Kwakho,
Bendingazi nezwi Lakho
Kodwa Wena wandithanda, wandisondeza,
Wandosula inyembezi
Bendingubani na ukuba ndithandwe kangaka
Kodwa Wena, wandilanda, wandihlela, wandinika ubomi obutsha
Ndandimdaka
Wena wandilanda, wandinika ubomi obutsha
Bendingubani na ukuba ndithandwe kangaka
Isandla Sakho, sahlelumoni onje ngam
Wandithanda Ndingento
Bonke, babethi ndiyiyakayaka
Kodwa wandithanda, wandisondeza, Kuwe
Sekumnyama, Wena wakhanyisa
Sendilila, wandosula inyembeza
Zindishiyile izihlobo zam
Wena wandithuthuzela
Wandiniki'themba elizayo
Bandishiyile izihlobo zam
Kodwa Wena wedwa, wandosula izinyembezi
Wema wedwa, wandithanda
Wandinakekela, wandosula izinyembezi
Bendingubani na ukuba ndithandwe kangaka
Uyintoni umntu Kuwe, lento umnonelela kangaka
Bendingubani na ukuba ndithandwe Nguwe kangaka?
Ndandingu moni, phambi Kwakho, kodwa wasulula izandla zakho
Wena wedwa, wandithanda, wandisondeza
Wandibonisa indlela entle
Bendingubani na ukuba ndithandwe kangaka?
Bnedingubani na
Bendingubani na ukuba ndithandwe kangaka

Поcмотреть все песни артиста

Sanatçının diğer albümleri

Benzer Sanatçılar