Kishore Kumar Hits

Kholeka - Ndinomhlobo (Live) şarkı sözleri

Sanatçı: Kholeka

albüm: Your Word Alibuyi Lilambatha


Ndinomhlobo kemna
Ndinomhlobo onguyesu
Unothando
Eh Ndinomhlobo kemna
Ndinomhlobo onguyesu
Ohh yena unothando
Ndinalomhlobo kemna
(Ndinomhlobo) Ndinomhlobo
Onguyesu (onguyesu)
Yena yedwa (unothando)
Ndinalomhlobo kemna
(Ndinomhlobo) Ndinomhlobo
Onguyesu (onguyesu)
Yena yedwa (unothando)
Ndinalomhlobo kemna
(Ndinomhlobo) Ndinomhlobo
Onguyesu (onguyesu)
Yena yedwa (unothando)
Akanayo (akanayo)
Akanayo injabhiso (injabhiso)
Akanayo (akanayo)
Akanayo (inkohliso)
Uyasiza keyena
Uyasiza ngeqiniso (uyasiza ngeqiniso)
Ehh, unothando keyena (unothando)
Akanayo (akanayo), akanayo
Akanayo injabhiso (injabhiso)
Akanayo (akanayo)
Akanayo inkohliso (inkohliso)
Heyi uyasiza
Uyasiza ngeqiniso (uyasiza ngeqiniso)
Heyi unothando keyena (unothando)
Heyi akanayo (akanayo)
Akanayo injabhiso (injabhiso)
Akanayo (akanayo)
Heyi akanayo (inkohliso)
Heyi uyasiza kena
Heyi uyasiza kena(uyasiza ngeqiniso)
Heyi unothando kena (unothando)
Heyi akenjena yena
(Akanjenge) akanjena
Njengeminy' imihlobo (imihlobo)
Njengeminy' imihlobo
Unothando yena (unothando)
Heyi akenjena keyena
(Akanjenge) akanjena
Njengeny' imihlobo (imihlobo)
Heyi unothando (unothando)
Heyi akanayo (akanayo), akanayo
Akanayo injabhiso (injabhiso)
Akanayo (akanayo)
Akanayo inkohliso (inkohliso)
Heyi uyasiza keyena
Heyi uyasiza ngeqiniso (uyasiza ngeqiniso)
Unothando yena (unothando)
Hayi!

Haibo!

Akanayo (akanayo)
Akanayo injabhiso (injabhiso)
Akanayo (akanayo)
Akanayo (inkohliso)
Heyi uyasiza ke
Uyasiza ngeqiniso (uyasiza ngeqiniso)
Unothando

Поcмотреть все песни артиста

Sanatçının diğer albümleri

Benzer Sanatçılar