Kishore Kumar Hits

Black Motion - The Journey şarkı sözleri

Sanatçı: Black Motion

albüm: Ya Badimo


Babesithi
Babesithi
Iyooh
Babesithi
Babesithi
Iyhoo
Babesithi lento yethu iyo khawlez'iphele
Babeyijonge ngamany'amehlo
Oh kodwa baphoxekile
Ngoba ngoba ngoba
Uthando lwami nawe, alehlulwa(iyooh)
Babesibalel'iminyaka
Babesibalel'intsuku
Besibalel'iveke
Babasibalel'into yonke
Babesithi babesithi yhoo!
Kanti,kanti,kanti
Uthando lwam nawe,alehluhlwa
Iyohhh
Wembebembe owahh
Wembebembe owahh
Kodwa awesekho
Babeqing'ukba benze
Ndizaba qelel'into ephakath'kwenhliziyo yam
Andibajongi neze
Babeth'emva kwendlu

Поcмотреть все песни артиста

Sanatçının diğer albümleri

Benzer Sanatçılar