Ekugqibeleni kwento yonke
Mna ndisakuthanda
Noba asisekho kunye
Lontw'ayitheth'ukuba sendalibala
Amaxesha ami nawe
Thina sobabini
Iminyaka eyadlula
Dlula ndihleli nawe
Mandibulele ngento yonke
Ondenzele yona
Mna ndilingqina
Lentliziyo yakh'welungileyo
Ndiyak'khumbula
Ndiyak'khumbula
Ndiyakukhumbula
Ndiyak'khumbula
Amaxesha ami nawe
Thina sobabini
Iminyaka eyadlula
Dlula ndihleli nawe
Akwabaaaaaa akwaba
(Andikwaz'ukuyeka...)
Akwaba ukhe undicinge
(... ukuyeka, ukuyek'ukuthanda)
Akwaba akwaba
(Andikwaz'ukuyeka...)
Ukhe uzinik'ithuba
(... ukuyeka, ukuyek'ukuthanda)
Sakhe saphila phezu kwelilizwe
(Andikwaz'ukuyeka...)
Ngathi ndim ndimi naw'emhlabeni
(... ukuyeka, ukuyek'ukuthanda)
Sakhe saphila phezu kwelilizwe
(Andikwaz'ukuyeka...)
Ngathi ndimi ndimi naw'emhlabeni
(... ukuyeka, ukuyek'ukuthanda)
Поcмотреть все песни артиста
Sanatçının diğer albümleri