Kishore Kumar Hits

Bongeziwe Mabandla - Jikeleza - Fka Mash Remix şarkı sözleri

Sanatçı: Bongeziwe Mabandla

albüm: Jikeleza (Fka Mash Remix)


UThixo nyan' uyaphila
Wandibon'ebunzimeni bami
Walul'isandla sakhe'esingcwele
Wandibeka phambi kwakho
Uba ndi, ndinaluthando
Ngaba ndi, ndinani ndinani na
Uba ndi, ndinaluthando
Ngaba ndi, ndinani ndinani na
Jikelez'umhlaba
Jikeleza
Lil'welenzumhlaba
Jikeleze
Jikelez'umhlaba
Jikelez'
Lil'welenzumhlaba
Jikeleze
Uthando Lwakho
Lil'welenzumhlaba
Jikeleze
Uthando Lwakho
Lil'welenzumhlaba
Jikeleze
Ngabe mina (Ngabe mina)
Nd'funa ntoni (Nd'funa ntoni)
Kwelilizwe (Kwelilizwe)
Xa ndinawe? (Xa ndinawe)
Ngabe mina (Ngabe mina)
Nd'funa ntoni (Nd'funa ntoni)
Kwelilizwe (Kwelilizwe)
Xa ndinawe (Xa ndinawe)
Haa Yeah
Uthando Lwakho
Uthando Lwakho
Uba ndi, ndinaluthando
Ngaba ndi ndinani ndianani na
Uba ndi ndinaluthando
Nagba ndi ndinani ndianani na
Jikelez'umhlaba
Jikeleze
Lil'welenzumhlaba
Jikeleze
Jikelez'umhlaba
Jikeleze
Lil'welenzumhlaba
Jikeleze
Uthando Lwakho
Lil'welenzumhlaba
Jikeleze
Uthando Lwakho
Lil'welenzumhlaba
Jikeleze

Поcмотреть все песни артиста

Sanatçının diğer albümleri

Benzer Sanatçılar