Kishore Kumar Hits

Bongeziwe Mabandla - noba bangathini şarkı sözleri

Sanatçı: Bongeziwe Mabandla

albüm: amaXesha


Noba bangathini thini
Thina sadalelwa ukuba kunye
Andi andikwazi uyicacisa
Indlela endiva ngayo
Kodwa noba bangathini thini
Luthando lwenyani olu
Makungabikho nto
Eyophinde isahlule
Ndincame konke ebendinako
Ndakhetha ukuba nawe
Ngoba xa ndihleli nawe
Liyama ilizwe lami
Ndibe semoyeni
Ndonyuke ndifike phezulu
Ewe (Ewe) Ewe (Ewe)
Ndifuna (Ewe) wena uhlale (Ewe)
Ewe (Ewe) Ewe (Ewe)
Ungaze (Ewe) uphinde uhambe (Ewe)
Uthi xa ukhala (Ndilile, Ndilile)
Uthi xa ukhala
Uthi xa ukhala
Kukhala mna
Intlungu yakho yonke
Ndiyiva ngaphakathi
Uthi xa uvuya
Ndivuye nam
Mna ndilapho
Aph' ukhoyo
Zingaphi imini
Sihleli sobabini
Sithembisan' ukuba
Izinto zokulunga
Namhlanje nd'fun' uyazi
Lo min' ideyafika
Thand' uthanda wena
Thand' uthandwa nguwe
Hlala nami kuze
Kube ngunaphakade
Hlala nami kude
Kube ngunaphakade
Ndijonge ngamehlo
Ngamehlo akho Amahle
Ndifuna ukuba nawe
Nawe, nawe, nawe
Ndifuna ukuba nawe
Nawe, nawe, nawe
That's it
A little bit better, I thought
Can I do another one?

Поcмотреть все песни артиста

Sanatçının diğer albümleri

Benzer Sanatçılar