Kishore Kumar Hits

Bongeziwe Mabandla - sisahleleleni (ii) şarkı sözleri

Sanatçı: Bongeziwe Mabandla

albüm: amaXesha


Ha ha ha ha
Ha ha ha ha
Ha ha ha ha
Haaaa - haaaa
Ha ha ha ha
Ha ha ha ha
Ha ha ha ha
Haaa - haaa
Asisakwaz' ukuphila
Mingaph' iminyaka
Sisenz' intwenye
Kukho ixesha
Apho kumele samkele
Uba apha akusekho nto
Sisahleleleni na
Uba asonwabang' apha
Ngaba yintoni na
Esigcin' apha
Sisahleleleni na
Uba asonwabang' apha
Ngaba yintoni na
Esigcin' apha
Icacile akumele ndibe apha
Kukhona eny' indawo
Ekumele ndibe kuyo
Icacile akumele ndibe apha
Kukhona eny' indawo
Ekumele ndibe kuyo
Ekumele ndibe kuyo
Ekumele ndibe kuyo
Ekumele ndibe kuyo
Ekumele ndibe kuyo
Sisahleleleni na
Uba asonwabang' apha
Ngaba yintoni na
Esigcin' apha
Sisahleleleni na
Uba asonwabang' apha
Ngaba yintoni na
Esigcin' apha
Ha ha ha ha
Ha ha ha ha
Ha ha ha ha
Haaa - haaa
Ha ha ha ha
Ha ha ha ha
Ha ha ha ha
Haaa - haaa

Поcмотреть все песни артиста

Sanatçının diğer albümleri

Benzer Sanatçılar