Kishore Kumar Hits

Dlala Lazz - Themba şarkı sözleri

Sanatçı: Dlala Lazz

albüm: Themba


Hay hay
(Again)
Mdlali wam
Nkosi yam
Dwala lam
Hlala nam
Hamba nam
Thwala nam
Andisoze ndililahl'ithemba
Andisoze ndililahl'ithemba
Mdlali wam
Nkosi yam
Dwala lam
Hlala nam
Hamba nam
Thwala nam
Andisoze ndililahl'ithemb
Andisoze ndililahl'ithemba
Themba nguwe
Mna ndthandwa nguwe
Mna ndchazwa nguwe
Thando lwam likuwe
Mna ndthandwa nguwe
Mna ndichazwa nguwe
Thando lwam likuwe
Themba nguwe
Mna ndthandwa nguwe
Mna ndchazwa nguwe
Thando lwam likuwe
Ezinzulwini zobusuku
Uhleli nami
Sekumnyama kuyakhanya xa unami
Hay hay
Wen'uhlala nam
Wen'uhlala nam
Soloko uhamba nam
Hay hay
Wen'uhlala nam
Wen'uhlala nam
Soloko uhamba nam
Hay hay
Wen'uhlala nam
Wen'uhlala nam
Soloko uhamba nam
Hay hay
Wen'uhlala nam
Wen'uhlala nam
Hay hay
Hay hay
Hay hay
(Again)
Hay hay
Wen'uhlala nam
Wen'uhlala nam
Soloko uhamba nam
Hay hay
Wen'uhlala nam
Wen'uhlala nam
Soloko uhamba nam
Hay hay
Wen'uhlala nam
Wen'uhlala nam
Soloko uhamba nam
Hay hay
Wen'uhlala nam
Wen'uhlala nam
Hay hay
Hay hay
(Again)

Поcмотреть все песни артиста

Sanatçının diğer albümleri

Benzer Sanatçılar