Kishore Kumar Hits

Wandile Mbambeni - Otherwise şarkı sözleri

Sanatçı: Wandile Mbambeni

albüm: Otherwise


Khange
Ndilal' izolo
Bendihleli
Ndicinga ngawe
Hay' undenzani na?
Hay' undenzani na?
Hay' undenzani na?
Otherwise?
Unjani?
Eish
Askies suster,
Bendicela uthetha nawe
Ndicel' ukukhapha
Ndicel' ukuthatha ndik'beke
Ingxaki uyandiphambanisa
Uyandigulisa
Andikwazi nolala
Ingqondo nguwe
Hay' ingqondo nguwe
Tshi
Wena sis'ka Nantsika
Uthetha noLeta
Uthetha noKhwangeshe
Uthetha noLibele
Uthetha noMtakwenda
Ndiz'bhaqe ndikhwaz' igama lakho
Hay' undenzani na?
Otherwise?
Unjani?
Khange
Ndilal' izolo
Bendihleli
Ndicinga ngawe
Hay' undenzani na?
Hay' undenzani na?
Hay' undenzani na?
Otherwise?
Unjani?
Otherwise?
Unjani?
Andkwazi nolala ingqondo kuwe
Ingxaki uyandi phambanisa
Uyandigulisa
Ngqumakho sani
Uyandi phambanisa
Hayi undenza weak,
Undenza moist,
Ndenze njani mna?
Bendifun' ukwazi mna,
Ngoba izolo
Bendihleli ndicinga ngawe,
Hay' undenzani na?
Hay' undenzani na?
Hay' undenzani na?
Otherwise?
Unjani?
Khange
Ndilal' izolo
Bendihleli ndicinga ngawe
Hay' undenzani na?
Hay' undenzani na?
Hay' undenzani na?
Otherwise?
Unjani?
Khange
Ndilale izolo
Bendihleli ndicinga ngawe
Hay' undenzani na?
Hay' undenzani na?
Hay' undenzani na?
Otherwise?
Unjani?

Поcмотреть все песни артиста

Sanatçının diğer albümleri

Benzer Sanatçılar