Hay eh
(Ntsika)
Ndav' ilizwi lithetha emva kwam
Litsho kamandi
Ndoyika nokukhangela
Uvalo lundenz ntoni undiphathisa ngentloni
Intliziyo yam nayo ngapha idad' emafutheni
Ndithe xa ndiphenduka ndiphendul amehlo ndabona ubuhle bengilosi
Uthe xa endijonga naye kwadibana amehlo ndabon uncumo lwengilosi
Ndithe xa ndiphenduka ndiphendul amehlo ndabona ubuhle bengilosi
Uthe xa endijonga naye kwadibana amehlo ndabon uncumo lwengilosi
Ndav lizwi elimnandi
Li
Поcмотреть все песни артиста
Sanatçının diğer albümleri