Bawo wethu oseZulwini
Maliphathwe ngobungcwele iGama Lakho
Ubukumkani Bakho mabufike
Intando Yakho mayenziwe emhlabeni
Njengokuba isenziwa eZulwini
Mawusiphe namhlanje isonka
Sethu semihla ngemihla
Usixolele iizono zethu
Njengokuba nathi sibaxolela
Abo basonayo thina
Ungasingenisi ekuhendweni
Z'usisindise enkohlakalweni
Ngokuba ubukumkani bubobakho
Namandla engaWakho
Nobungcwalisa buboBakho
Kude kube ngunaphakade. Amen!
Udumiso malube kuYise
Nakuye uNyana
Nakuye uMoya Oyingcwele. Amen!
Njengokuba bekunjalo nasekuqaleni
Kunjalo kaloku nje
Kwakuya kumana kuba njalo
Kude kube ngunaphakade
Amen
Njengokuba bekunjalo nasekuqaleni
Kunjalo kaloku nje
Kwakuya kumana kuba njalo
Kude kube ngunaphakade
Amen
Поcмотреть все песни артиста
Sanatçının diğer albümleri