I-Nkosi seyisemnyango
Eyathwala umnqamlezo
Ngoku abalungileyo
Baya phila ngayo
Emnyango, emnyango
I-Nkosi ifikil' emnyango
Iyeza, Yon' iyeza
Seyifikil' emnyango
Khona ezweni elitsha
Sosoloko singabatsha
Apho kungekho nkathazo
Kude kube nini
Emnyango, emnyango
I-Nkosi ifikil' emnyango
Iyeza, Yon' iyeza
Seyifikil' emnyango
Iyeza, Yon' iyeza
Seyifikil' emnyango
Emnyango
Поcмотреть все песни артиста
Sanatçının diğer albümleri