Yehla Moya Oyingcwele
Sivuthis' intliziyo
Ungene kwezibandayo
Zibe nothando Lwakho
Yehla Moya Oyingcwele
Sivuthis' intliziyo
Ungene kwezibandayo
Zibe nothando Lwakho
Sivuyise ke namhlanje
Ngethemba nangokholo
Sihlaziye ngamandl' Akho
Zon' intliziyo zethu
Sityelele Moy' Oyingcwele
Usiph' izipho Zakho
Zona ezo uSomandla
Akuthume Usiphe
Sityelele Moy' Oyingcwele
Usiph' izipho Zakho
Zona ezo uSomandla
Akuthume Usiphe
Velisa uthando kuthi
Nal' uxolo nenceba
Sixakathe iziqhamo
Ezabantu zonke
Velisa uthando kuthi
Nal' uxolo nenceba
Sixakathe iziqhamo
Ezabantu zonke
Ezabantu zonke
Ezabantu zonke
Поcмотреть все песни артиста
Sanatçının diğer albümleri