Andiwanaki amanxeba am, Uzowapholis' uBawo Andiwanaki amanxeba am (Andiwanaki amanxeba am) Uzowapholis' uBawo (Uzowapholisa) Andiwanaki amanxeba am (Ngith' andiwanaki, andiwanaki Amanxeba am) Uzowapholis' uBawo (Uzowapholisa) Uzowapholis' uBawo (Ngith' Uzowapholisa, Uzowapholisa Amanxeba am) Uzowapholis' uBawo (Uzowapholisa) Uzowapholis' uBawo (Ngith' Uzowapholisa, Uzowapholisa Amanxeba am) Uzowapholis' uBawo (Uzowapholisa) Xa ndandishiywa, zizihlobo zam (Xa ndandishiywa, Xa ndandishiywa Zizihlobo zam) Kwavela kwamnyam' ebomini bam (Kwavela kwamnyama) Xa ndandilele, ezi-seleni (Xa ndandilele, xa ndandilele, ezi-seleni) Kwaphel' amathemb' ebomini bam (Kwaphel' amathemba) Uzowapholis' uBawo (Ngith' Uzowapholisa, Uzowapholisa Amanxeba am) Uzowapholis' uBawo (Ngith' Uzowapholisa) Uzowapholis' uBawo (Ngith' Uzowapholisa, Yeb' Uzowapholisa Amanxeba am) Uzowapholis' uBawo (Uzowapholisa) Ti ma ma ma ma Ti ma ma ma ma Ti ma ma ma ma, ma ma ma ma Ti ma ma ma ma Ti ma ma ma ma Ti ma ma ma ma, ma ma ma ma Uzowapholis' uBawo (Ngith' Uzowapholisa, Uzowapholisa Amanxeba am) Uzowapholis' uBawo (Uzowapholisa) Uzowapholis' uBawo (Ngith' Uzowapholisa, Uzowapholisa Amanxeba am) Uzowapholis' uBawo (Uzowapholisa) Uzowapholis' uBawo Uzowapholis' uBawo Uzowapholis' uBawo Uzowapholis' uBawo (Uzowapholisa) Mhmm, Thula mama (Uzowapholis' uBawo) Nob' uBab' angahamb' ekhaya, Ngith' uzowapholisa (Uzowapholis' uBawo) Lomanxeb' entliz'yweni yakho (Uzowapholis' uBawo) Naba shiy'emhlabeni (Uzowapholis' uBawo) Sobabona ngelo langa, elo lang' elihle (Uzowapholis' uBawo) Elo lang' elihle Uzowapholisa, Uzowapholisa (Uzowapholis' uBawo) Uzowapholisa, Uzowapholisa, Uzowapholisa (Uzowapholis' uBawo)