Siya kuphumla emanzini
Awase mthonjeni
U-Yesu wehla ezulwini
Wema emhlabeni
Oooh, Siya kuphumla emanzini
Amanz' oku phila, phila
Siya kuhlamba emanzini
Amanz'oku phila
Xa sidiniwe kuku-hamba
Kumnand' ukuphumla
Apho amanzi entyiloza
Apho sakuhlamba
Oooh, Siya kuphumla emanzini
Amanz' oku phila, phila
Siya kuhlamba emanzini
Amanz' oku phila
Yizani ke ku-Yesu Krestu
Wonipha amandla
Nguye amanzi okuphila
Sela unganxanwa
Oooh, Siya kuphumla emanzini
Amanz' oku phila, phila
Siya kuhlamba emanzini
Amanz' oku phila
Siya kuphumla emanzini
Amanz' oku phila
Поcмотреть все песни артиста
Sanatçının diğer albümleri