Bawo ndiza Kuwe
Akekho ongomnye
Uyinqaba yethu
Themba lethu
Yiz' usilawulele izilingo neenkathazo
Sikhala Kuwe, sikhala sithi
Amawakawaka aqubuda Kuwe
Anik' uzuko kwigama Lakho
Unobungangamsha, Utshatshel' unobabalo
Sikhala Kuwe, Moy' Oyingcwele
Xa bebuz' ithemba lam
Ndakuthi nguYesu
Wathath' izono zam wazenza zamhlophe
Sikhala sithi, sikhala sithi
Amawakawaka aqubuda Kuwe
Anik' uzuko kwigama Lakho
Unobungangamsha, Utshatshel' unobabalo
Sikhala Kuwe, Moy' Oyingcwele
Unobungangamsha Utshatshel' unobabalo
Sikhala Kuwe, Moy' Oyingcwele
Поcмотреть все песни артиста
Sanatçının diğer albümleri