Woah
Uwoah
Uwoah, woah
Woah
Ndikhule ndingena nto
Ngothando l'ka mama
Ndando-nwabile
Ndandi-khuselekile
Ndikhule ndingena nto
Ngothando l'ka mama
Ndando-nwabile
Bendi lungile
Andifuni kakhulu
Ndifuna nje
Okwenza omama
Azithe ngam
Ndifuna nje uku mthengela ikhaya
Andifuni kakhulu
Ndifuna nje
Okwenza omama
Azithe ngam
Ndifuna nje uku mthengela ikhaya
Ngthande ngalendlela andi thanda ngayo
Ngthande ngalendlela andi thanda ngayo
Ngthande ngalendlela andi thanda ngayo
Ngthande ngalendlela andi thanda ngayo
(Ai, uTyler aka tjelwa!)
♪
Ndikhule ndingena nto
Ngothando l'ka mama
Ndando-nwabile
Ndandi-khuselekile
Ndikhule ndingena nto
Ngothando l'ka omama
Ndando-nwabile
Bendi lungile
Andifuni kakhulu
Ndifuna nje
Okwenza omama
Azithe ngam
Ndifuna nje uku mthengela ikhaya
Andifuni kakhulu
Ndifuna nje
Okwenza omama
Azithe ngam
Ndifuna nje uku mthengela ikhaya
Ngthande ngalendlela andi thanda ngayo
Ngthande ngalendlela andi thanda ngayo
Ngthande ngalendlela andi thanda ngayo
Ngthande ngalendlela andi thanda ngayo
Поcмотреть все песни артиста
Sanatçının diğer albümleri