Nhliziyo yam yamkela
Ndiyazi uthandile usafuna kodwa esimo asisavumi ndihlale naye
Ngqondo yam ndiyazi udikiwe boboxoki ngamabali nobovuvu
Kude kwaba lapha unga chintshi
Ndonele kukubona o zenzela apha kum
Kukubona uzenze inhlekisa ngam, o ndonele kwanele
Ndonele ko kobona o zenzela apha kum
Kukubona uzenze intlekisa ngam, awu ndonele kwanele
Yiminyaka sithandana ndi nyamezele amanyala akho undihlaza ndihlaza oh yini na
Le libale igama lam
Le libale igam lam sukela namhlanje ndi labale oh ndi ya hamba mna
Ndonele kukubona uzenzela apha kum
Kukubona uzenzene inhlekiso ngam ayndonele kwanele
Ndonele kukubona uzenzela apha kum
Kukubona uzenzene inhlekiso ngam ayndonele kwanele
Ndonele kukubona uzenzela apha kum
Kukubona uzenzene inhlekiso ngam awndonele kwanele
Поcмотреть все песни артиста
Sanatçının diğer albümleri