Uyeyeni izinto ziyenzeka
Ndingayazi ndikhethiwe ngumdali senziwe isigqibo
Uyeyeni izinto ziyenzeka
Ndingayazi ndikhethiwe ngumdali senziwe isigqibo
Chosi chosi kaloku ngantsomi
Kwathi ke kaloku ngantsomi
Kwakukh'umfana bambiz'uThandiwe (Thandiwe)
Naye akazazi ukhethiwe ukhethiwe emazulwini
Ukuzithandabuza ndibushiy'emuva ndibushiy'emuva
Uyeyeni izinto ziyenzeka
Bendingayazi ndikhethiwe ngumdali senziwe isigqibo
Uyeyeni ziyenzek'izinto
Bendingayazi ndikhethiwe ngumdali senziwe isigqibo
Nomgceshe emazulwini
Khangelapha (Khangelapha)
Inyawo zinodaka
Masimbulele usimakade
Mna ndikuthembile namhlanje ngomso naphakade
Uyeyeni izinto ziyenzeka
Bendingayazi ndikhethiwe ngumdali senziwe isigqibo
Uyeyeni ziyenzek'izinto
Bendingayazi ndikhethiwe ngumdali senziwe isigqibo
Поcмотреть все песни артиста
Sanatçının diğer albümleri