Kishore Kumar Hits

Musa - Xolele şarkı sözleri

Sanatçı: Musa

albüm: Backroom


Jonga apha kum scares bleeding behind my ndizu buya
Bendingekho ngexesha ulila
Bendingekho ngexesha usiwa uvuka
Ngoku ndithi nxolele standwa sam
Ndithi nxolele standwa sam
Ndixolele
Ndixolele
Ndixolele standwa sam
Ndikhalele
Ndikhalele
Ndikhalele dali wam
Ndiyazi ndikonile
And that's why I will never never ask you why
Kodwa ndinlyakucela
Free me from these demons of mine
Fihla ubuhlungu bam
Fihla intupheko yam
Yolula isandla sakho
Ndikhalele
Ndikhalele
Ndikhalele dali wam
Ndixolele
Ndixolele
Ndixolele standwa sam
Ndikhalele
Ndikhalele
Ndikhalele dali wam
Sibuyele lapho siqale khona
Sikhumbule uthando lwethu
Together it's hard
Uthando lwethu alusoze lesehlule
Asibuyele la siqale khona
Sikhumbule uthando lwethu
Together its hard
Uthando lwethu alusize lesehlule
Ndixolele
Ndixolele
Ndixolele standwa sam
Ndixolele
Ndixolele
Ndixolele standwa sam
Ndikhalele
Ndikhalele
Ndikhalele dali wam
Ndixolele
Ndixolele
Ndixolele standwa sam
Ndikhalele
Ndikhalele
Ndikhalele dali wam
Ndixolele

Поcмотреть все песни артиста

Sanatçının diğer albümleri

Benzer Sanatçılar