Kishore Kumar Hits

Berita - Ndikhawulele şarkı sözleri

Sanatçı: Berita

albüm: Songs in The Key of Love


Ndijonge emehlweni
Thetha ndimamele
Uziva njani na
Uziva njani ngam
Bamb'isandla sam
Sondele eduze
Uziva njani na
Uziva njani ngam
Ndikhawulele
Ndikhawulele
Ndixelele
Uziva njani na
Uziva njani ngam
Usandithanda
Usandithanda na
Usandithanda
Usandithanda na
Ndiza kuwe ndimsulwa
Bona nanga amanxeba am
Enhlizweni yam' kusobala
Kukhala esakho isiginci
Ebumnyameni, ekukhanyeni
Asoze ndijike
Ukuba ndiziva njani na aa
Ndiziva njani ngawe
Ndisakuthanda
Ndisakuthanda aaa
Ndisakuthanda
Ndisakuthanda aaa
Ndikhawulele
Ndikhawulele
Ndixelele
Ukuba uziva njani na
Uziva njani ngam
Usandithanda
Usandithanda na
Ingabe
Usandithanda
Usandithanda na
Uziva njani na
Uziva njani ngam
Uziva njani na
Uziva njani ngam
Ndikhawulele
Ndikhawulele
Ndixelele
Uziva njani na
Uziva njani ngam
Uziva njani na
Uziva njani ngam
Uuuu uuuuu uuuu
Uuuu uuu uuu

Поcмотреть все песни артиста

Sanatçının diğer albümleri

Benzer Sanatçılar