Kishore Kumar Hits

Rethabile Khumalo - Ikusasa Lam şarkı sözleri

Sanatçı: Rethabile Khumalo

albüm: Inkemba


Uzungangehluleli!
Ungalenz'iziphutha undibize ngesihluleki
Ngoba awulaz'ikusasa lami
Izifiso zami ziningi
Mhlambi izifizo ziningi
Mmm Mmmm.
Uzungangehluleli
Ungalenz' iphuth' undibize ngesihluleki
Ngoba awulazi Ikusasa lami
Izifiso zam ziningi
Njengoba ngisebenza kanzima.
Ufakaz'amanga
Uzithathili zigqibo ngam
Kodwa mna ndiyakholelwa
Ndiyakholelwa uzozivula indlela zam
Ngobuthe xa ndikhwaza uyandiva...
Mna jonge phezulu
Ndinqwenel'ubomi obutsha
Ndith'uphakeme
Ungumlamuli wezimpi zam
Khawuthi jonge phezulu
Ndinqwenel'ubomi obutsha
Ndith' uphakeme
Ungumlamuli wezimpi zam
Mna ndi jonge phezulu
Ndinqwenel' ubomi obutsha
Ndith' uphakeme
Ungumlamuli wezimpi zam
Ngobuthe xa ndikhwaza uyandiva
Mhlambi Izifiso ziningi
Izifiso ziningi (×3)
Uzungangehluleli
Ungalenzi iphuth' undibize ngesihluleki
Ngoba awulazi Ikusasa lam
Izifiso zam ziningi
Njengoba Sebenza kanzima
Ufakaz' amanga
Uzithathili zigqibo ngam
Kodwa mna ndiyakholelwa
Ndiyakholelwa uzozivula indlela zam
Ngobuthe xa ndikhwaza uyandiva
Mna jonge phezulu
Ndinqwenel'ubomi obutsha
Ndith'uphakeme
Ungumlamuli wezimpi zam
Khawuthi jonge phezulu
Ndinqwenel'ubomi obutsha
Ndith'uphakeme
Ungumlamuli wezimpi zam
Mna ndi jonge phezulu
Ndinqwenel'ubomi obutsha
Ndith'uphakeme
Ungumlamuli wezimpi zam
Ngobuthe xa ndikhwaza uyandiva

Поcмотреть все песни артиста

Sanatçının diğer albümleri

Benzer Sanatçılar